Lonwabo Matyeba

Lonwabo Matyeba Manicure & Pedicure,Lashes & Make-up,Waxing,Tattoos,Microblading,Haircuts,Lamination Printing&Copying

Yizanofunda💥👌🔥❤️
27/12/2025

Yizanofunda💥👌🔥❤️

Emini beauty💥
14/10/2025

Emini beauty💥

🔥🔥🔥
14/09/2025

🔥🔥🔥

 opportunity🙏
14/11/2024

opportunity🙏

  👌 11 November ungaphoswa
08/11/2024

👌 11 November ungaphoswa

 🤝❤️
03/11/2024

🤝❤️

 ungaphoswa
27/10/2024

ungaphoswa

24/10/2024
❤️
19/10/2024

❤️

Nalu uqeqesho lokufunda uThunga leqa eTrue love Salon eElliot street opposite noQuality close to Traffic Department ucele Forms ngeR100.xa ungumntu ozofuna nendawo yohlala and food R300 Mali ozoyibhatala.Uqeqesho lona ulibhatalela R1500 kodwa uyakwazi ubhatala R750 xa ufika enye uyilandelise xa ugqiba.Uqeqesho luthatha iveki zimbini sithatha 10 Students.

1.Bobabini abangamadoda nabasetyhini bavumelekile ukujoyina olu qeqesho
2.Akukho zithintelo zobudala.
3.Ukuba unengxaki yentloko okanye ukuhlaselwa kwe-seizure awuvumelekanga ungenelela uqeqesho.
4.Uza nekopi yesazisi sakho.
5. Zive ukhululekile ukujoyina nokuba awuveli eMpuma Koloni.

Uphatha ID copy or birth certificate nengubo yokulala kunye neCereals zakho zotya ekuseni.

Call/Whatsapp 083 520 1841
Classes zingena 09:00 to 15:00 everyday.
Application Forms & Tests ready✔️.
Akusosinynzeliso uba yizohlala ungamane attend ugoduka👌✔️

Kuqalwa nge21 xa uthe awafika ngayo usamkelekile nange22 aweza ngayo awubiseza uyakuthi uJoin uqeqesho lwethu olulandelayo nge R3000.

 ❤️
11/10/2024

❤️

Address

Mtata
Umtata
5099

Telephone

+27786015660

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Lonwabo Matyeba posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Lonwabo Matyeba:

Share