Apho sikhoyo sise Flagstaff ecaweni eRoma bayancedwa abantu bakaThixo IGQABI LAMA AFRIKA lihamba phambile Service ikhona yonke bayaphila abantu Kwa Dr Gxumisa 🤞
Silindiwe eLusikisiki emveni kwemini sise Caweni eRoma etown
IGQABI LAMA AFRIKA LIYASEBENZA
Siyabulisa kwakho emalanga khumbula uba ngomso umhla we 16th October 2026 u Dr Gxumisa ne IGQABI LAMA AFRIKA bazakube bese Flagstaff ecaweni yase Roma etown.Khumbula service yonke ikhona Scan sikhona ne Detox Machine izakube ikhona ungaphoswa nawe
IGQABI LAMA AFRIKA LIYASEBENZA
15/10/2026
Namhlanje sikuwe Bizana
Umhla : 15th October 2026
Indawo : Roman Catholic Church
Ixesha : 9am
Scan sikhona ne Detox Machine ikhona nayo service yonke iphelele
IGQABI LAMA AFRIKA LIYASEBENZA
15/10/2026
Good Morning South Africa nanga amaqondo obushushu osuku lwanamhlanje
Pretoria 32°
Johannesburg 30°
Mbombela 35°
Welkom 32°
Bloemfontein 31°
Bethlehem 29°
Cape town 23°
George 21°
Beaufort West 30°
Gqeberha 22°
KuGompo 23°
Maletswai 31°
Komani 32°
Robert Sobukwe 34°
Mthatha 29°
Durban 26°
Pietermaritzburg 32°
Newcastle 34°
Richard's Bay 35°
Masibonane eBizana namhlanje ecaweni eRoma Scan sikhona ne Detox ikhona yonke Service yethu iphelele namhlanje
IGQABI LAMA AFRIKA LIYASEBENZA
14/10/2026
Molweni South Africa khumbula uba ngomso umhla we 15th October u Dr Gxumisa ne IGQABI LAMA AFRIKA lise Bizana ecaweni yase Roma etown i Scan sizakube sikhona ne Detox Machine ikhona nayo ungaphoswa luncedo
Good Morning South Africa khumbula uba namhlanje IGQABI LAMA AFRIKA lise Ntabankulu eNofy's B&B apho sikhoyo
call us 063 137 2789 / 082 594 8686 / for WhatsApp 078 163 5797 / 082 811 1313 ungaphoswa nanamhlanje
13/10/2026
Good Morning South Africa khumbula uba namhlanje IGQABI LAMA AFRIKA lise Mt Ayliff eBhetshwana
Be the first to know and let us send you an email when Igqabi LAMA Afrika posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.