Igqabi LAMA Afrika

  • Home
  • Igqabi LAMA Afrika
Call Website Contact the business

Igqabi LAMA Afrika Igqabi Holdings yikhampani onokuthembela kuyo kwaye onokuphila kuyo kuba inalo icala lempilo.

Apho sikhoyo sise Flagstaff ecaweni eRoma  bayancedwa abantu bakaThixo IGQABI LAMA AFRIKA lihamba phambile Service ikhon...
16/10/2026

Apho sikhoyo sise Flagstaff ecaweni eRoma bayancedwa abantu bakaThixo IGQABI LAMA AFRIKA lihamba phambile Service ikhona yonke bayaphila abantu Kwa Dr Gxumisa 🤞

Silindiwe eLusikisiki emveni kwemini sise Caweni eRoma etown
IGQABI LAMA AFRIKA LIYASEBENZA

16/10/2026

Imozulu namhlanje

Gqeberha 27°
KuGompo 27°
Peddie 32°
Qonce 34°
Cradock 35°
Gcuwa 33°
Barkley East 28°
Makhanda 32°
Elliot 31°
Tarkastad 32°
Komani 33°
Cofimvaba 36°
Maclear 32°
Mthatha 36°
PSJ 28°
Bizana 34°
Matatiele 33°

15/10/2026

Siyabulisa kwakho emalanga khumbula uba ngomso umhla we 16th October 2026 u Dr Gxumisa ne IGQABI LAMA AFRIKA bazakube bese Flagstaff ecaweni yase Roma etown.Khumbula service yonke ikhona Scan sikhona ne Detox Machine izakube ikhona ungaphoswa nawe

IGQABI LAMA AFRIKA LIYASEBENZA

Namhlanje sikuwe Bizana  Umhla : 15th October 2026Indawo : Roman Catholic Church Ixesha : 9am Scan sikhona ne Detox Mach...
15/10/2026

Namhlanje sikuwe Bizana

Umhla : 15th October 2026

Indawo : Roman Catholic Church

Ixesha : 9am

Scan sikhona ne Detox Machine ikhona nayo service yonke iphelele

IGQABI LAMA AFRIKA LIYASEBENZA

15/10/2026

Good Morning South Africa nanga amaqondo obushushu osuku lwanamhlanje

Pretoria 32°
Johannesburg 30°
Mbombela 35°
Welkom 32°
Bloemfontein 31°
Bethlehem 29°
Cape town 23°
George 21°
Beaufort West 30°
Gqeberha 22°
KuGompo 23°
Maletswai 31°
Komani 32°
Robert Sobukwe 34°
Mthatha 29°
Durban 26°
Pietermaritzburg 32°
Newcastle 34°
Richard's Bay 35°

Masibonane eBizana namhlanje ecaweni eRoma Scan sikhona ne Detox ikhona yonke Service yethu iphelele namhlanje

IGQABI LAMA AFRIKA LIYASEBENZA

14/10/2026

Molweni South Africa khumbula uba ngomso umhla we 15th October u Dr Gxumisa ne IGQABI LAMA AFRIKA lise Bizana ecaweni yase Roma etown i Scan sizakube sikhona ne Detox Machine ikhona nayo ungaphoswa luncedo

IGQABI LAMA AFRIKA LIYASEBENZA

Namhlanje sikuwe Ntabankulu Indawo : Nofy's B&B Ixesha : 9am Umhla : 14 October 2026 IGQABI LAMA AFRIKA LIYASEBENZA
14/10/2026

Namhlanje sikuwe Ntabankulu

Indawo : Nofy's B&B
Ixesha : 9am
Umhla : 14 October 2026

IGQABI LAMA AFRIKA LIYASEBENZA

14/10/2026

Good Morning South Africa khumbula uba namhlanje IGQABI LAMA AFRIKA lise Ntabankulu eNofy's B&B apho sikhoyo
call us 063 137 2789 / 082 594 8686 / for WhatsApp 078 163 5797 / 082 811 1313 ungaphoswa nanamhlanje

13/10/2026

Good Morning South Africa khumbula uba namhlanje IGQABI LAMA AFRIKA lise Mt Ayliff eBhetshwana

29/09/2026

Address

37 Leeds Road

5099

Opening Hours

Monday 08:00 - 06:00
Tuesday 09:00 - 17:00
Wednesday 09:00 - 17:00
Thursday 09:00 - 17:00
Friday 09:00 - 17:00
Saturday 09:00 - 17:00
Sunday 09:00 - 17:00

Telephone

+27718168408

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Igqabi LAMA Afrika posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Igqabi LAMA Afrika:

  • Want your business to be the top-listed health & beauty business?

Share