Diliz'ithongo

Diliz'ithongo Sisa nyanga, sisusa izilwane sibulale amadlizo. Sibethelele amakhaya, sigxothe izilwane. Sihlanganise umntu namabandla wakwibo Xa kungalungu. Thetha noDiliza

21/01/2026

Kulonyaka, sithemba ukuba impumelelo izokwehla okwemvula kuni mzi ontsundu.

Ndinga phelelanga apho, uze wazi ukuba uQamata uyaku fezekisa iminqweno namaphupho wakho, kodwa ixesha eli akulilo eli wena olijongileyo, amanyange ayakwazi okuku faneleyo, kwaye nexesha loko ayalazi.

Camagu, ndamkela amalungu asada kufika kwelikhaya lonyango nencubeko.

uQamata ze anithwale.

31/12/2025

Kwisiphelo sonyaka, ndini Nqwenelela intsikelelo nama thamsanqa. uQamata, umdali wento zonke nga afezekise iminqweno yenu.

Niqaphele, ze nihlabe nikhangele, amawenu aniphahle sele nikwi ndawo zeziyolo.

Nithi naku phuma emizini naku makhaya wenu, nithethe ngezwi niziyaleze kumawenu akwazi uniphahla ahambe nani.

camagwini ke mabandla

Address

Aliwal North
9750

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Diliz'ithongo posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Diliz'ithongo:

Shortcuts

Share